Iphephandaba lakho, iCity Vision, imema onke amabandla, angathanda ukupapashelwa amanqaku ngezinto azenzayo, naceba ukuzenza, ukuba athumele imifanekiso okanye izibhengezo kule dilesi ye e-mail ilandelayo: news@cityvision.co.za
Imifanekiso mayikhatshwe zizivakalisi ezidiza into ebisenzeka. Ukuba umfanekiso unabantu abalishumi nangaphantsi, amagama neefani zabo sicela abandakanywe.