Bonke abantu ababe fudula behlala e Simy, bayamenywa yi-Luyolo Land Distribution Committee, kwi ntlanganiso yokugqibela yonyaka ka2018.
Le ntlanganiso izakuhla ngoMgqibelo lo siya kuwo, umhla we 17 ku November.
Indawo: Motale Family Bus Service, Ny 124, Gugulethu.
Ixesha lokungena yintsimbi yesibini, emva kwemini.
Ngenkcazelo ethe vetshe tsalela u Lungiswa Somlota ku 082 729 5909